2 Ookumkani 17:24 XHO75

24 Ke kaloku ukumkani waseAsiriya wazisa abantu, bevela eBhabheli, naseKuta, naseAva, naseHamati, naseSefarvayim, wababeka emizini yakwaSamari, esikhundleni soonyana bakaSirayeli. Balihlutha elakwaSamari, bahlala emizini yalo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:24 kwimeko