2 Ookumkani 17:41 XHO75

41 Zaye zisithi ke ezo ntlanga zoyike uYehova, zikhonze nemifanekiso yazo eqingqiweyo; kananjalo abantwana bazo, nabantwana babantwana bazo, njengoko benza ngako ooyise, benza ngako nabo unanamhla.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:41 kwimeko