2 Ookumkani 17:6 XHO75

6 Ngomnyaka wesithoba kaHoseya, ukumkani waseAsiriya wawuthimba umzi wakwaSamari, wawafudusela amaSirayeli eAsiriya, wawabeka eHala, naseHabhore, emlanjeni oyiGozan, nasemizini yamaMedi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:6 kwimeko