2 Ookumkani 17:7 XHO75

7 Kwenzeka oko kuba oonyana bakaSirayeli bonayo kuYehova uThixo wabo, owabanyusayo ezweni lamaYiputa, wabarhola phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa; boyika thixo bambi,

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:7 kwimeko