2 Ookumkani 18:17 XHO75

17 Ukumkani waseAsiriya wasusa uTartan noRabhesarisi noRabheshake eLakishe, baya kukumkani uHezekiya eYerusalem, benempi enzima. Benyuka baya eYerusalem. Benyuka ke, bafika, bema emjelweni wechibi langasentla, osemendweni wentsimi yomsuki weengubo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:17 kwimeko