2 Ookumkani 18:18 XHO75

18 Bamemeza kukumkani. Kwaphuma kwaya kubo uEliyakim unyana kaHilekiya, umphathi wendlu, noShebhena umbhali, noYowa unyana ka-Asafu, umkhumbuzi wezinto zakomkhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:18 kwimeko