2 Ookumkani 18:25 XHO75

25 Ngokunje ndinyuké ndeza kuyonakalisa le ndawo, ndingenaye uYehova yini na? NguYehova lo uthe kum, Nyuka, uye kulonakalisa eli lizwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:25 kwimeko