2 Ookumkani 18:26 XHO75

26 Wathi uEliyakim, unyana kaHilekiya, noShebhena, noYowa, kuRabheshake, Khawuthethe kubakhonzi bakho ngesiAram,* kuba sisiva. Musa ukuthetha nathi ngesiYuda ezindlebeni zabantu abaseludongeni.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:26 kwimeko