2 Ookumkani 18:27 XHO75

27 Wathi uRabheshake kubo, Inkosi yam indithumé ukuba ndiwathethe la mazwi enkosini yakho na, nakuwe na? Àsikula madoda ahleliyo eludongeni yini na, ukuze adle ilindle lawo, asele umchamo wawo nani?

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:27 kwimeko