2 Ookumkani 18:37 XHO75

37 Beza ke ooEliyakim unyana kaHilekiya, umphathi wendlu, noShebhena umbhali, noYowa unyana ka-Asafu, umkhumbuzi wezinto zakomkhulu, kuHezekiya, bezikrazule iingubo zabo, bamxelela amazwi kaRabheshake.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:37 kwimeko