1 Kwathi, akukuva oko ukumkani uHezekiya, wazikrazula iingubo zakhe, wazigquma ngezirhwexayo, wangena endlwini kaYehova.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 19
imbono 2 Ookumkani 19:1 kwimeko