2 Ookumkani 2:3 XHO75

3 Baphuma oonyana babaprofeti, ababeseBheteli, baya kuElisha, bathi kuye, Ùyazi na kodwa ukuba namhlanje úyayisusa uYehova inkosi yakho entlokweni yakho? Wathi, Ndiyayazi loo nto; yithini cwaka.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 2

imbono 2 Ookumkani 2:3 kwimeko