2 Ookumkani 2:4 XHO75

4 Wathi uEliya kuye, Elisha, khawuhlale apha; ngokuba uYehova undithumé eYeriko. Wathi, Ehleli nje uYehova, uhleli nje umphefumlo wakho, andiyi kwahlukana nawe. Bangena ke eYeriko.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 2

imbono 2 Ookumkani 2:4 kwimeko