2 Ookumkani 2:5 XHO75

5 Beza oonyana babaprofeti ababeseYeriko kuElisha, bathi kuye, Ùyazi na kodwa ukuba namhla úyayisusa uYehova inkosi yakho entlokweni yakho? Wathi, Ndiyayazi loo nto; yithini cwaka.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 2

imbono 2 Ookumkani 2:5 kwimeko