2 Ookumkani 21:16 XHO75

16 Kananjalo igazi elimsulwa úliphalaze lalininzi kunene uManase, yada yazala iYerusalem, kwathabathela kwelinye icala kwesa kwelinye; sisodwa sona isono sakhe awawonisayo ngaso amaYuda, ngokwenza okubi emehlweni kaYehova.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 21

imbono 2 Ookumkani 21:16 kwimeko