2 Ookumkani 21:17 XHO75

17 Ezinye izinto zikaManase, nako konke awakwenzayo, nesono sakhe awonayo ngazo, asibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 21

imbono 2 Ookumkani 21:17 kwimeko