2 Ookumkani 21:7 XHO75

7 Wawumisa umfanekiso oqingqiweyo ka-Ashera abewenzile, endlwini leyo wayethe ngayo uYehova kuDavide nakuSolomon unyana wakhe, Kuyo le ndlu naseYerusalem, endiyinyulileyo ezizweni zonke zakwaSirayeli, ndiya kulibeka khona igama lam ngonaphakadde;

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 21

imbono 2 Ookumkani 21:7 kwimeko