2 Ookumkani 21:8 XHO75

8 ndingaphindi ndilushukumise unyawo lwamaSirayeli emhlabeni endawunika ooyise; kodwa makabe aya kugcina ukwenza njengako konke endiwawisele umthetho ngako, nanjengokomyalelo wonke awawawiselayo umkhonzi wam uMoses.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 21

imbono 2 Ookumkani 21:8 kwimeko