2 Ookumkani 21:9 XHO75

9 Akaphulaphula ke; wawalukuhla uManase, ukuba enze okubi, ngaphezu kweentlanga awazitshabalalisayo uYehova phambi koonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 21

imbono 2 Ookumkani 21:9 kwimeko