2 Ookumkani 23:18 XHO75

18 Wathi, Myekeni; makangashukunyiswa mntu amathambo akhe. Bawasindisa ke amathambo akhe, namathambo omprofeti owavela kwaSamari.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:18 kwimeko