19 Kananjalo zonke izindlu zezigánga, ezibe zisemizini yakwaSamari, abazenzáyo ookumkani bamaSirayeli ukuba bamqumbise uYehova, wazisusa uYosiya; wenza kuzo ngokwezenzo zonke awazenzayo eBheteli.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23
imbono 2 Ookumkani 23:19 kwimeko