2 Ookumkani 23:21 XHO75

21 Ukumkani wabawisela umthetho abantu bonke, wathi, Yenzani ipasika kuYehova, uThixo wenu, ngoko kubhaliweyo encwadini yalo mnqophiso.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:21 kwimeko