2 Ookumkani 23:22 XHO75

22 Ngokuba bekungazanga kwenziwe pasika ngokwale pasika, kususela kwimihla yabagwebi ababelawula amaSirayeli, nangemihla yonke yookumkani bakwaSirayeli, nookumkani bakwaYuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:22 kwimeko