2 Ookumkani 23:29 XHO75

29 Ngemihla yakhe wenyuka uFaroneko, ukumkani waseYiputa, waya kulwa nokumkani waseAsiriya, emlanjeni ongumEfrati. Wahamba ukumkani uYosiya, waya kumhlangabeza; wambulala eMegido, akumbona.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:29 kwimeko