2 Ookumkani 23:5 XHO75

5 Wabaphelisa ababingeleli abangengabo, ababethe ookumkani bakwaYuda babamisela ukuqhumisela ezigangeni, emizini yakwaYuda, nangeenxa zonke eYerusalem; nabaqhumisela kuBhahali, nakwilanga, nakwinyanga, nakwiinkwenkwezi, nakumkhosi wonke wezulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:5 kwimeko