2 Ookumkani 23:6 XHO75

6 Wamkhupha uAshera endlwini kaYehova, wamsa ngaphandle kweYerusalem, emlanjaneni oyiKidron, wamtshisela emlanjaneni oyiKidron; bamcola waluthuli; waluphosa uthuli lwakhe phezu kwamangcwaba oonyana babantu.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:6 kwimeko