2 Ookumkani 24:12 XHO75

12 Waphuma uYehoyakin, ukumkani wakwaYuda, waya kukumkani waseBhabheli, yena nonina, nabakhonzi bakhe, nabathetheli bakhe, nababusi bakhe; ukumkani waseBhabheli wamthabatha ke ngomnyaka wesibhozo wobukumkani bakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 24

imbono 2 Ookumkani 24:12 kwimeko