2 Ookumkani 24:13 XHO75

13 Warhola khona bonke ubuncwane bendlu kaYehova, nobuncwane bendlu yokumkani; wazinqunqa zonke iimpahla zegolide, awazenzayo uSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova, njengoko wakuthethayo uYehova.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 24

imbono 2 Ookumkani 24:13 kwimeko