2 Ookumkani 4:2 XHO75

2 Wathi uElisha kuye, Ndikwènzele ntoni na? Ndíxelele, unantoni na endlwini? Wathi, Umkhonzazana wakho akananto endlwini, kuphela ligubu leoli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:2 kwimeko