2 Ookumkani 4:35 XHO75

35 Wabuya, wahamba endlwini, wasinga ngapha kwakanye, wasinga ngapha kwakanye, wenyuka wazolula phezu kwakhe. Yathimla inkwenkwe izihlandlo ezisixhenxe, yawavula inkwenkwe amehlo ayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:35 kwimeko