2 Ookumkani 4:36 XHO75

36 Wabiza uGehazi, wathi, Biza laa mShunemekazi. Wambiza. Weza ke kuye, wathi, Mthabathe unyana wakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:36 kwimeko