2 Ookumkani 4:42 XHO75

42 Kwavela indoda eBhahali-shalisha, yamzisela umfo wakwaThixo ukudla okutsha: izonka zerhasi ezimashumi mabini, namakhweba engxoweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:42 kwimeko