2 Ookumkani 4:43 XHO75

43 Wathi, Nika abantu, badle. Wathi umlungiseleli wakhe, Ndothini na ukukubeka oku phambi kwekhulu lamadoda? Wathi, Nika abantu, badle; ngokuba útsho uYehova ukuthi, Baya kudla, bade bakushiye.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:43 kwimeko