2 Ookumkani 5:13 XHO75

13 Bafika abakhonzi bakhe, bathetha naye, bathi, Bawo, ukuba umprofeti ubethethe into enkulu kuwe, ubungàyi kuyenza yini na? Kangakanani na ke xa athi kuwe, Hlamba, uhlambuluke?

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 5

imbono 2 Ookumkani 5:13 kwimeko