14 Wehla ke, wantywila izihlandlo ezisixhenxe eYordan, ngokwelizwi lomfo wakwaThixo; yabuya ke inyama yakhe, yanjengenyama yomntwana, wahlambuluka.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 5
imbono 2 Ookumkani 5:14 kwimeko