2 Ookumkani 5:15 XHO75

15 Wabuyela kumfo wakwaThixo, yena nesihlwele sakhe sonke, weza, wema phambi kwakhe, wathi, Uyabona, ndiyaqonda ngoku ukuba akukho Thixo ehlabathini lonke, kùkwaSirayeli kodwa; kaloku khawamkele intsikelelo kumkhonzi wakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 5

imbono 2 Ookumkani 5:15 kwimeko