11 Yabhabhama intliziyo yokumkani wakwa-Aram yiloo nto; wabiza abakhonzi bakhe, wathi kubo. Ànindixeleli na ukuba ngubani na kuthi apha, ongakukumkani wakwaSirayeli?
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 6
imbono 2 Ookumkani 6:11 kwimeko