2 Ookumkani 8:12 XHO75

12 Wathi uHazayeli, Ililelani na inkosi yam? Wathi, Kungokuba ndibazi ububi oya kubenza koonyana bakaSirayeli; ùya kuzitshisa ngomlilo iinqaba zabo, uwabulale amadodana abo ngekrele, ubatyumze abantwana babo, ubaqangqulule abafazi babo abamithiyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:12 kwimeko