2 Ookumkani 8:13 XHO75

13 Wathi uHazayeli, Úyintoni na umkhonzi wakho, eyinja nje, ukuba ade enze loo nto ingako? Wathi uElisha, UYehova undibonisile, ukuba ùya kuba ngukumkani wakwa-Aram wena.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:13 kwimeko