2 Ookumkani 8:14 XHO75

14 Wemka kuElisha, waya enkosini yakhe. Yathi kuye, Útheni na uElisha kuwe? Wathi, Uthe kum, Inene, ùya kuphila.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:14 kwimeko