2 Ookumkani 8:25 XHO75

25 Ngomnyaka weshumi elinesibini kaYoram unyana ka-Ahabhi, ukumkani wamaSirayeli, waba ngukumkani uAhaziya, unyana kaYehoram ukumkani wamaYuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:25 kwimeko