2 Ookumkani 8:26 XHO75

26 UAhaziya ebeminyaka imashumi mabini namibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe. Waba mnyaka mnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina libe linguAtaliya, intombi kaOmri ukumkani wamaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:26 kwimeko