2 Ookumkani 8:27 XHO75

27 Wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi, wenza okubi emehlweni kaYehova ngokwendlu ka-Ahabhi; ngokuba ebengumyeni wakwa-Ahabhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 8

imbono 2 Ookumkani 8:27 kwimeko