2 Ookumkani 9:21 XHO75

21 Wathi uYoram, Bopha. Yabotshwa inqwelo yakhe yokulwa. Waphuma uYoram ukumkani wamaSirayeli, noAhaziya ukumkani wamaYuda, elowo esenqwelweni yakhe yokulwa. Baphuma baya kumkhawulela uYehu, bamfumana esiqwengeni somhlaba sikaNabhoti waseYizereli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 9

imbono 2 Ookumkani 9:21 kwimeko