2 Ookumkani 9:22 XHO75

22 Kwathi uYoram, akumbona uYehu, wathi, Luxolo na, Yehu? Wathi yena, Luxolo lwani na, xa ukuhenyuza kukaIzebhele unyoko, nokukhafula kwakhe okuninzi, kusahleliyo nje?

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 9

imbono 2 Ookumkani 9:22 kwimeko