2 Usamuweli 1:10 XHO75

10 Ndema phezu kwakhe, ndambulala; ngokuba bendisazi ukuba akayi kuba saphila emva kokuwa kwakhe. Ndathabatha isithsaba esibe sisentlokweni yakhe, nesacholo esibe sisengalweni yakhe; ndizise zona apha kwinkosi yam.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 1

imbono 2 Usamuweli 1:10 kwimeko