2 Usamuweli 1:12 XHO75

12 bammbambazelela, balila, bakuzila ukudla kwada kwahlwa, ngenxa kaSawule, nangenxa kaYonatan unyana wakhe, nangenxa yabantu bakaYehova, nangenxa yendlu kaSirayeli; ngokuba bewile likrele.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 1

imbono 2 Usamuweli 1:12 kwimeko