2 Usamuweli 1:14 XHO75

14 Wathi uDavide kuyo, Ùtheni ukuba ungoyiki ukusa isandla sakho, umbulale umthanjiswa kaYehova?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 1

imbono 2 Usamuweli 1:14 kwimeko