2 Usamuweli 1:21 XHO75

21 Nina zintaba zaseGilibhowa,Makungaze kubekho mbethe, makungaze kubekho mvula kuni, namasimi emirhumo;Ngokuba khona kwangcola iingweletshetshe zamagorha,Ingweletshetshe kaSawule, wanga waye engathanjiswanga ngeoli.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 1

imbono 2 Usamuweli 1:21 kwimeko