2 Usamuweli 1:4 XHO75

4 Wathi uDavide kuyo, Kuthekeni na? Khawundixelele. Yathi, Hayi, babalekile abantu ekulweni; kananjalo kuwé into eninzi yabantu, yafa; kananjalo uSawule, noYonatan unyana wakhe, babulewe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 1

imbono 2 Usamuweli 1:4 kwimeko